Description
Iincwadi zokufunda zakwa Boni Books zenzelwe abafundi abasemazingeni ohlukeneyo okufunda. Zisukela emazingeni aphantsi zenyuke kanjalo ngamabanga. Ziza kunceda abafundi baphuhlise isakhono sokufunda. Abafundi baza kuphucula isigama sabo. Izinga (Level) ngalinye linencwadi ezinhlanu ezigxile kwisihloko esikhethiweyo. Kwelizinga abafundi baza konwabela ukufunda bazi ngo Ada.
Iiincwadi ezikhoyo kwelizinga zezi zilandelayo:
- Usapho luka – Ada
- Sithenga Impahla
- U-Ada Uyajongajonga
- Idayari ka-Ada
- U-Ada no Jarvi Batya Isidlo Sasemini
Reviews
There are no reviews yet.